Ubomi bukaGuybon Budlwana Sinxo nemisebenzi yakhe
Master Thesis
2004
Permanent link to this Item
Authors
Supervisors
Journal Title
Link to Journal
Journal ISSN
Volume Title
Publisher
Publisher
University of Cape Town
Department
Faculty
License
Series
Abstract
Injongo yokubhalwa kwalo mqulu kukuphakamisa ulwimi lwesiXhosa kunye nababhali bolu lwimi abaphilayo nabangasekhoyo. Iilwimi zesiNtu zijongelwe phantsi kakhulu azijongelwanga kumgangatho omnye neelwimi zaseNtshona. Kuluxanduva lwethu thina bayibonayo le meko ke ngoko ukuba sizithande, sizixabise kwaye siziphakamise iilwimi zethu ngokuthi sibonise ukuba nazo ziyalingana nezinye iilwimi.
Description
Includes bibliographical references (leaves. 151-156).
Reference:
Nakani, T. 2004. Ubomi bukaGuybon Budlwana Sinxo nemisebenzi yakhe. University of Cape Town.